Uncedo lweZifundo
Miqondiso yamaxesha


Miqondiso yamaxesha

Iziganeko okanye amava uThixo awanika abantu babonise ukuba into ethile ibalulekile. Umsebenzi Wakhe wathi wenzeka okanye uya kwenzeka kamsinyane. Kwimihla yokugqibela, imiqondiso emininzi yokuBuya kweSibini koMsindisi yathi yaprofethwa. Le miqondiso yenza abantu abathembekileyo baqonde icebo likaThixo, balunyukiswe, baze balungiselele.