Uncedo lweZifundo
Manyano


Manyano

Kukuba banye kwingcinga, umnqweno, nenjongo kuqala noBawo wethu osemaZulwini noYesu Krestu, kwaye ke nabanye abaNgcwele.