Uncedo lweZifundo
Whitmer, John


Whitmer, John

Yinkokeli yakuqala kwiBandla eliyiselweyo nongomnye waMangqina aSibhozo eNcwadi kaMormon. Khangela “UBungqina baMangqina asiBhozo” kumaphepha entshayelelo yeNcwadi kaMormoni. Kanjalo wayebizelwe ukushumayela ivangeli (I&M 30:9–11).