Uncedo lweZifundo
Elizabhete


Elizabhete

KwiTestamente eNtsha, ngumfazi kaZekariya, unina kaYohane uMbhaptizi, nongumfazi osisizalwana sikaMariya (Luka 1:5–60).