Uncedo lweZifundo
Mimiselo


Mimiselo

Amasiko anyulu neenkonzo ezizodwa. Imimislo iba nezenzo ezineentsingiselo ezisemoyeni. Imimiselo kanjalo inako ukuba nentsingiselo yemithetho kaThixo nemimiselo.

Imimiselo eBandleni ibandakanye ulungiselelo lwenilwelwe (Yak. 5:14–15), ukusikelela umthendeleko (I&M 20:77, 79), ubhaptizo ngontywiliselo (Mat. 3:16; I&M 20:72–74), ukusikelela abantwana (I&M 20:70), ukunikela uMoya oyiNgcwele (I&M 20:68; 33:15), ukunikela ububingeleli (I&M 84:6–16; 107:41–52), imimiselo yetempile (I&M 124:39), nomtshato kumnqophiso omtsha nowanaphakade (I&M 132:19–20).

Umiselo lokwenzelelela

Ummiselo wenkolo owenziwa ngumntu ophilileyo endaweni yofileyo. Le mimiselo isebenza kuphela xa abo imimiselo eyenzelwa bona beyamkela, begcina iminqophiso enxulumene nabo, kwaye baba nokutywinwa ngoMoya oyiNgcwele weSithembiso. Imimiselo enje iyenziwa namhlanje ngaphakathi kweetempile.

Shicilela