Uncedo lweZifundo
Bumongameli boKuqala


Bumongameli boKuqala

UMongameli weBandla naBacebisi bakhe. Bayikhoram yababingeleli abathathu abakhulu kwaye bongamela iBandla lonke. UBumongameli boKuqala buphatha zonke izitshixo zobubingeleli.