Uncedo lweZifundo
Profetha, Siprofetho


Profetha, Siprofetho

Isiprofetho siqulathe amazwi okanye imibhalo enyulu ephenjelweyo, umntu awafumana ngesityhilelo esivela kuMoya oyiNgcwele. Ubungqina bukaYesu ngu moya wesiprofetho (Isityh. 19:10). Isiprofetho sinokuphathelela kwixesha elidlulileyo, ixesha langoku, okanye ixesha elizayo. Xa umntu eprofetha, uthetha okanye ubhala oko uThixo afuna akwazi, ngokulungele yena okanye okulungele abanye. Ababodwa banokufumana isiprofetho okanye isityhilelo sobomi obubobabo.