Uncedo lweZifundo
Bhenjamin, unyana kaYakobi


Bhenjamin, unyana kaYakobi

KwiTestamente eNdala, unyana wesibini kaYakobi noRakeli (Gen. 35:16–20).

Isizwe sikaBhenjamin

UYakobi wamsikelela uBhenjamin (Gen. 49:27). Izizukulwana zikaBhenjamin zaziluhlanga oluthanda ukulwa. Ababini ababalulekileyo besizwe sakwa Bhenjamin yayinguSawule, ukumkani wokuqala wamaSirayeli (Ⅰ Sam. 9:1–2), noPawulos, uMpostile weTestamente eNtsha (Rom. 11:1).