Uncedo lweZifundo
Bhetani


Bhetani

Idolopha awahlala kuyo uYesu Krestu ngeveki yokugqibela yobomi Bakhe basenyameni (Mat. 21:17; Marko 11:11). Ime ethambekeni elisemzantsi-mpuma weNtaba yeMinquma, iBhetani yayilikhaya likaLazaro, uMariya, noMarta (Yoh. 11:1–46; 12:1).