Uncedo lweZifundo
Debhora


Debhora

KwiTestamente eNdala, umprofetikazi owagweba uSirayeli kwaye wakhuthaza uBharaki ngokuchasene namaKanan (AbaG. 4). Ingoma kaDebhora noBharaki yavuyela ukukhululwa kukaSirayeli ebukhobokeni (AbaG. 5).