Uncedo lweZifundo
Bubingeleli


Bubingeleli

Igunya namandla uThixo uzinika umntu asebenze kuzo zonke izinto ngenxa yosindiso lomntu (I&M 50:26–27). Amalungu angamadoda eBandla aphethe ububingeleli alungiselelwa kwiikhoram kwaye agunyaziselwe ukwenza imimiselo nemisebenzi ethile yolawulo eBandleni.