Uncedo lweZifundo
Aron, unyana kaMozaya


Aron, unyana kaMozaya

KwiNcwadi kaMormoni, unyana kaKumkani uMozaya. UAron wakhonza njengomfundisi omizamo yakhe yokukhuthala yanceda ekuguquleni imiphefumlo kuKrestu.