Uncedo lweZifundo
Bhaptizo lweentsana


Bhaptizo lweentsana

Ukwenza okungeyomfuneko kokubhaptizwa kweentsana nabantwana abangaphantsi kweminyaka yokuziphendulela, eyiminyaka esibhozo. INkosi igweba ubhaptizo lweentsana (Moro. 8:10–21). Abantwana bazalwa benyulu bengenaso isono. USathana akanawo amandla okubahenda abantwana bade baqalise ukuba nokuziphendulela (I&M 29:46–47) kungoko bengenayo imfuneko yokuguquka okanye yokubhaptizwa. Abantwana bamele ukubhaptizwa kwiminyaka esibhozo (I&M 68:25–27).