Uncedo lweZifundo
Zandla, kubekwa kwe


Zandla, kubekwa kwe

Isenzo sokubeka izandla zoyedwa phezu kwentloko yomntu njengenxenye yommiselo wobubingeleli. Imimiselo emininzi yobubingeleli yenziwa ngokubekwa kwezandla, enjengemimiselo, iintsikelelo, ulungiselelo lwemilwelwe, uqiniso lobulungu beBandla, nokunikelwa koMoya oyiNgcwele.