Uncedo lweZifundo
Mangqina eNcwadi kaMormoni


Mangqina eNcwadi kaMormoni

INkosi yayalela abanye ngaphandle koMprofeti uJoseph Smith banike ubungqina bobunyulu beNcwadi kaMormoni (I&M 17; 128:20). Khangela ubungqina bala mangqina kwi “Ntshayelelo” ngaphambili kwiNcwadi kaMormoni.