Uncedo lweZifundo
Thando


Thando

Ukuzinikela okunyulu nobubele. Ukuthanda uThixo kubandakanya ukuzinike, ukunqula, inzolo, ukuthamba, inceba, uxolelo, imfesane, ubabalo, ukukhonza, umbulelo, ububele. Owona mzekelo mkhulu wothando lukaThixo lwabantwana Bakhe ufunyanwa kwiNtlawulelo kaYesu Krestu enganasiphelo.