Uncedo lweZifundo
Ndlalifa


Ndlalifa

Umntu onelungelo lokuba nelifa lezipho zenyama nezomoya. Kwizibhalo, amalungisa athenjisiwe okokuba aya kuba ziindlalifa zako konke uThixo anako.