Uncedo lweZifundo
Malungelo ngokuzalwa


Malungelo ngokuzalwa

Ilungelo lelifa lelonyana ozelwe kuqala. Ngokubanzi, amalungelo ngokuzalwa abandakanya nawaphina okanye onke amalungelo okanye amafa agqithiselwa emntwini xa ezalwa elusatsheni nakwinkcubeko.