Uncedo lweZifundo
Kratshi


Kratshi

Ukuswela okanye ukungabikho kwentobeko okanye ukufundiseka. Ikratshi libeka abantu ekuchasaneni omnye komnye nakuThixo. Umntu onekratshi uzibeka phezulu kwabo bamngqongileyo aze alandele intando yakhe kunentando kaThixo. Ukuzidla, umona, uqaqadeko lwentliziyo, nobukhakhamela kanjalo ziyintsobi yomntu onekratshi.