Uncedo lweZifundo
Ishmayeli, unyana ka-Abraham


Ishmayeli, unyana ka-Abraham

KwiTestamente eNdala, ngunyana ka-Abraham noHagare, umkhonzazana womYiputa kaSara (Gen. 16:11–16). INkosi yathembisa bobabini uAbraham noHagare okokuba uIshmayeli uya kuba nguyise wohlanga olukhulu (Gen. 21:8–21).