Uncedo lweZifundo
Ngcwele


Ngcwele

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, agama ngcwele lineentsingiselo ezimbini: (1) ilungu elithembekileyo leBandla likaYesu Krestu, kwaye (2) undiliseko, olunesimilo sobuthixo, okanye ukubanyulu ngokwasemoyeni nasekuziphatheni. Isichasi sikangcwele kukuqheleka okanye ukungcolisa.

Ilungu elithembekileyo leBandla likaYesu Krestu

Undiliseko