Uncedo lweZifundo
Zebhulon


Zebhulon

KwiTestamente eNdala, ngunyana kaYakobi noLeya (Gen. 30:19–20).

Sizwe sikaZebhulon

UYakobi wasisikelela isizwe sikaZebhulon (Gen. 49:13). Isizwe sikaZebhulon sadibana kunye noDebhora noBharaki ekulweni ngokuchasene neentshaba zikaSirayeli (AbaG. 4:4–6, 10). Kanjalo badibana kunye noGidiyon ekulweni amaMidiyan (AbaG. 6:33–35).