Uncedo lweZifundo
Zefaniya


Zefaniya

Ngumprofeti weTestamente eNdala awayephila ngethuba lolawulo lukaYosiya (639–608 P.K.).

Incwadi kaZefaniya

Isahluko 1 sithetha ngemini ezayo eya kuzala ngumsindo nenkathazo. Isahluko 2 siyala abantu bakwaSirayeli ukuba bafune ubulungisa nolulamo. Isahluko 3 sibalisa ngokuBuya kweSibini, xa zonke izizwe ziya kuhlanganisela idabi. INkosi, nangona kunjalo, iya kulawula phakathi kwazo.