Uncedo lweZifundo
Natan


Natan

Ngumprofeti weTestamente eNdala ngexesha likaKumkani uDavide. Xa uDavide wanikela ngokwakha itempile yeNkosi, iNkosi yayalela uNatan axelele uDavide ukuba wayengenako ukuyakha. UNatan kanjalo wakhalimela uDavide ngokubangela ukufa kukaUriya, omnye wamadoda akhe okulwa, nangokuthabatha umfazi kaUriya, uBhatshebha (Ⅱ Sam. 12:1–15; I&M 132:38–39). UTsadoki, noNatan, bathambisa uSolomon unyana kaDavide abe ngukumkani (Ⅰ OoKum. 1:38–39, 45).