Uncedo lweZifundo
Isake


Isake

Usolusapho weTestamente eNdala. Ukuzalwa kwakhe nguAbraham noSara kwiminyaka yabo yobudala kwakungummangaliso (Gen. 15:4–6; 17:15–21; 21:1–8). Ukuvuma kuka-Abraham ukunikela ngoIsake kwakukukufana kukaThixo noNyana Wakhe eKuphela koZelweyo (Yakobi 4:5). UIsake wayeyindlalifa kwizithembiso zomnqophiso ka-Abraham (Gen. 21:9–12; 1 Nif. 17:40; I&M 27:10).