Uncedo lweZifundo
Labhan, umgcini wamacwecwe obhedu


Labhan, umgcini wamacwecwe obhedu

KwiNcwadi kaMormoni, yindoda eyagcina amacwecwe obhedu eYerusalem ngexesha losapho lukaLihayi. ULabhan waphanga waza wazama ukubulala uNifayi nabantakwabo (1 Nif. 3:1–27). UMoya wakhokela uNifayi abulale uLabhan ukuze afumane amacwecwe (1 Nif. 4:1–26).