Uncedo lweZifundo
Adam-ondi-Ahman


Adam-ondi-Ahman

Indawo apho uAdam awasikelela khona isizukulwana sakhe esilungileyo kwiminyaka emithathu phambi kokuba afe (I&M 107:53–56) nalapho aya kuya khona phambi kwexesha lokuBuya kweSibini (I&M 116).