Uncedo lweZifundo
Filemon, Incwadi eya ku


Filemon, Incwadi eya ku

Yincwadi kwiTestamente eNtsha, ethatyathwe kwincwadi ebhalwe nguPawulos. Incwadi kaPawulos eya kuFilemon yincwadi yangasese ngo-Onesimus, ikhoboka elaqhatha inkosi yalo, uFilemon, laza labalekela eRoma. UPawulos wamthumela emva eNkosini yakhe eKolose ekhatshwa nguTikiko, umphathi wencwadi kaPawulos eya kwabaseKolose. UPawulos wacela ukuba uOnesimo axolelwe aze amkeleke kwakhona njengomKrestu olidlelwane. UPawulos wabhala le ncwadi ngexesha awayesentologweni eRoma ixesha lokuqala.