Uncedo lweZifundo
Nikwa iintsikelelo bucala


Nikwa iintsikelelo bucala

Kukunyulwa uze ungcwaliselwe iinjongo ezingcwele. Olu nyulo lolwenkonzo ekhethekileyo phakathi kumanyano lweBandla ngokuthi abelwe izandla ngomnye othile onegunya elifanelekileyo. Kuphela ngabo bongamela phezu kweekhoram zobubingeleli abafumana izitshixo xa benikwa iintsikelelo bucala. Abantu abanikelwa iintsikelelo bucala kwizikhundla ingezizo ezoomongameli beekhoram zobubingeleli banokufumana intsikelelo yobubingeleli, kodwa akunikwa zitshixo ngaloo ntsikelelo.