Uncedo lweZifundo
Hilamani, oonyana baka


Hilamani, oonyana baka

KwiNcwadi kaMormoni, oonyana bamaLeymenayithi aguqulweyo aziwa njengama-Amonayithi aba ngamajoni phantsi kogcino lukaHilamani (Alma 53:16–22).