Uncedo lweZifundo
Bazalwana, Mzalwana


Bazalwana, Mzalwana

Njengabantwana bakaBawo wethu oseZulwini, onke amadoda nabafazi ngokwasemoyeni bangabazalwana noodade. EBandleni, amalungu angamadoda nezihlobo zeBandla soloko bebizwa njengabazalwana.