Uncedo lweZifundo
Yiputasi


Yiputasi

Igama lomfazi kunye nentombi kaHam, unyana kaNowa. KwisiKaledi, igama lithetha “iYiputa,” okanye “oko kwalelweyo” (Abr. 1:23–25).