Uncedo lweZifundo
Mvangeli


Mvangeli

Lowo uphethe okanye ubhengeza iindaba ezilungileyo zevangeli kaYesu Krestu. UJoseph Smith wafundisa ukuba umvangeli wayengusolusapho. Oosolusapho bayabizwa kwaye bamiselwa phantsi kwesikhokelo saBapostile abaLishumi elineSibini ukuze banike iintsikelelo ezizodwa ekuthiwa ziintsikelelo zikasolusapho.