Uncedo lweZifundo
AmaNifayithi


AmaNifayithi

Iqela labantu kwiNcwadi kaMormoni, abaninzi babo babeyinzala yomprofeti uNifayi, unyana kaLihayi. Ohlukana namaLeymenayithi kwaye laye lilunge ngakumbi jikelele kunamaLeymenayithi. Nangona, latshatyalaliswa ekugqibeleni ngamaLeymenayithi ngenxa yenkohlakalo.