Uncedo lweZifundo
Stefano


Stefano

UStefano wayengumfeli-nkolo ngenxa yoMsindisi neBandla Lakhe ngamaxesha eTestamente eNtsha. Ukushumayela kwakhe kwaxela kwaza kwaphembelela kangangoko umsebenzi kaPawulos, owayekho xa uStefano wayezikhusela phambi kwaBabingeleli abakhulu (Izenzo 8:1; 22:20).