Uncedo lweZifundo
Kufa, kwasenyameni


Kufa, kwasenyameni

Ukwahlukana komzimba nomoya. UKuwa kwazisa unzimba nokufa nokufela emhlabeni (2 Nif. 2:22; Moses 6:48). INtlawulelo kaYesu Krestu yoyisa ukufa ukuze wonke ubani abe uya kuvuswa (Ⅰ Kor. 15:21–23). Uvuko lusisipho esikhululekileyo kubo bonke abantu lungakhathaleli nokuba bathe benza okulungileyo okanye okubi kobu bomi (Alma 11:42–44). Umntu ngamnye ubulaleka kuphela ngokufa kwasenyameni okukanye kuba sivuswa kanye, imizimba yethu ayisenakufa kwakhona (Alma 11:45).