Uncedo lweZifundo
Pentekoste


Pentekoste

Njengenxalenye yomthetho kaMoses, iSidlo sePentekoste okanye iziqhamo eziyintlahlela zabakho kwiintsuku ezingamashumi amahlanu emva kweSidlo sePasika (Lev. 23:16). IPentekoste yayiyeyokukhumbula isivuno, kwaye kwiTestamente eNdala kuthiwa siSidlo seSivuno okanye iSidlo seeVeki. Sesi sidlo esasikhunjulwa xa aBapostile eYerusalem babezaliswe ngoMoya oyiNgcwele baze bathetha ngeelwimi (Izenzo 2; I&M 109:36–37).