Uncedo lweZifundo
Sidima


Sidima

Njengoko lisetyenziswe kwizibhalo, igama sidima lineentsingiselo ezimbini: (1) Imfezeko nogqibelelo ekuziphatheni, amandla nokomelela (Luka 8:46), okanye ubunyulu ngokwasesondweni (Moro. 9:9), kwaye (2) Isimilo okanye imbonakalo ethobekileyo, eyethileyo, nenesidima. Umntu ohloniphekileyo uyakuphepha ukubaxa nezigwagwiso.

Imfezeko nogqibelelo ekuziphatheni

Isimilo okanye imbonakalo