Uncedo lweZifundo
Ama-Amlisayithi, Amlisayi


Ama-Amlisayithi, Amlisayi

Indoda ekwiNcwadi kaMormoni eyakhokela iqela lamaNifayithi elafuna ukumkani ngexesha lolawulo lwabagwebi. La maNifayithi, kwakusithiwa ngama-Amlisayithi, avukela uThixo ngokuphandle, ngako oko aqalekiswa (Alma 2–3).