Uncedo lweZifundo
AmaZoramayithi, Zorami


AmaZoramayithi, Zorami

KwiNcwadi kaMormoni, sisicaka sikaLabhan esazibandakanya kunye noNifayi noLihayi ukuya kwilizwe lesithembiso (1 Nif. 4:31–38). Ngenxa yokuthembeka kukaZorami, uLihayi wamsikelela kunye noonyana bakhe Lihayi (2 Nif. 1:30–32). Iinzala zakhe zazisaziwa njengamaZoramayithi (Yakobi 1:13).