Uncedo lweZifundo
Bufebe bunyhuku-nyhuku


Bufebe bunyhuku-nyhuku

Ukuthatha inxaxheba ngokuzithandela ekukrexezeni, embulweni, umkhwa wokuthandana kwesini esinye samadoda, nowokuthandana kwesini esinye sabafazi, ukulalana kwabazalanayo, okanye nakuphi okunye okungengcwele, okungekho ndalweni, okanye isenzo sokulalana okungenyulu.