Uncedo lweZifundo
Himnayi


Himnayi

KwiNcwadi kaMormoni, unyana kaKumkani uMozaya. UHimnayi waya kushumayela nabantakwabo kumaLeymenayithi (Moz. 27:8–11, 34–37; 28:1–9).