Uncedo lweZifundo
Mntu osenyameni


Mntu osenyameni

Umntu okhetha ukuphenjelelwa ziimvakalelo ezinzulu, imiqweno, imidla, nezimvo zenyama kunokuphenjelelwa nguMoya oyiNgcwele. Umntu onjalo unako ukuqiqa izinto zasenyameni kodwa ingabi zizinto zasemoyeni. Bonke abantu basenyameni, okanye kumzimba onokufa, ngenxa yoKuwa kuka-Adam noEva. Umntu ngamnye umele ukuzalwa kwakhona ngeNtlawulelo kaYesu Krestu ukuze ayeke ukuba ngumntu osenyameni.