Uncedo lweZifundo
Mhlanguli


Mhlanguli

UYesu Krestu nguMhlanguli woluntu ngoba Yena usindisa bonke ebukhobokeni bokufa nabaguqukayo kwizohlwayo zesono.