Uncedo lweZifundo
Oonyana neentombi zikaThixo


Oonyana neentombi zikaThixo

Izibhalo zisebenzisa la magama ngeendlela ezimbini. Kolunye uluvo, sonke singabantwana ngokwasemoyeni bakaBawo wethu wasemaZulwini ngokwenene. Kolunye uluvo, oonyana neentonbi zikaThixo ngabo bathe bazalwa kwakhona ngeNtlawulelo kaKrestu.

Abantwana ngokwasemoyeni bakaBawo

Abantwana bazalwa kwakhona ngeNtlawulelo