Uncedo lweZifundo
Hananiya waseYerusalem


Hananiya waseYerusalem

KwiTestamente eNtsha, yena nenkosikazi yakhe uSafira, baxokisa iNkosi ngokuzigcinela inxenye yemali ababeyingcwalisele iNkosi. Akuba uPetros ejongene nabo, bobabini bawa emhlabeni baza bafa (Izenzo 5:1–11).