Uncedo lweZifundo
Buyiselo lweVangeli


Buyiselo lweVangeli

Ukumisela kwakhona kukaThixo kweenyaniso nemimiselo yevangeli Yakhe phakathi kwabantu emhlabeni Ivangeli kaYesu Krestu yayilahlekile emhlabeni ngokreqo olwenzeka emva kobufundisi basemhlabeni baBapostile bakaKrestu. Olo kreqo lwenza uBuyiselo lwevangeli lube yimfuneko. Ngemibono, ulungiselelo lweengelosi, nezityhilelo ebantwini emhlabeni, uThixo wabuyisela ivangeli. UBuyiselo lwaqaliswa nguMprofeti uJoseph Smith (M—JS 1; I&M 128:20–21) kwaye luthe lwaqhubeka ukuza kwixesha langoku ngomsebenzi wabaprofeti abaphilileyo beNkosi.