Uncedo lweZifundo
Sifungo


Sifungo

Njengoko lisetyenzisiwe kwizibhalo, lidla ngokuba ngumnqophiso ongcwele okanye izithembiso. Nangona, abantu abakhohlakeleyo, kubandakanya uSathana neengelosi zakhe, kanjalo benza izifungo ekuphumeleliseni iinjongo zabo ezimbi. Kumaxesha eTestamente eNdala, zifungo zazamkelekile; nangona, uYesu Krestu wafundisa ukuba abantu abamele kufunga egameni likaThixo okanye lezidalwa Zakhe (Mat. 5:33–37).