Uncedo lweZifundo
Samson


Samson

KwiTestamente eNdala, ngoweshumi elinesibini wa “bagwebi” bakwaSirayeli. Wayesaziwa ngokomelela kwakhe okukhulu kwasenyameni, kodwa wayengalumkanga kwizikhetho ezithile ngokuziphatha kakuhle nezenzo (AbaG. 13:24–16:31).