Uncedo lweZifundo
Amkela njengomntwana wakho


Amkela njengomntwana wakho

Izibhalo zithetha ngeentlobo ezimbini zokwamkela njengomntwanawakho.

(1) Umntu ongenguye owomlibo kaSirayeli uba lilungu losapho luka-Abraham nendlu kaSirayeli ngokuba nokholo kuYesu Krestu, ngokuguquka, ngokubhaptizwa ngontywiliselo, aze amkele uMoya oyiNgcwele (2 Nif. 31:17–18; I&M 84:73–74; Abr. 2:6, 10–11).

(2) Bonke abo bamkele imimiselo esindisayo yevangeli baba ngonyana neentombi zikaYesu Krestu ngokuqhubekeka kwimiyalelo Yakhe (Rom. 8:15–17; Gal. 3:24–29; 4:5–7; Moz. 5:7–8).